1 Kumkani 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova nobuncwane bendlu kakumkani;+ wathabatha yonke into.+ Wathabatha nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
26 Wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova nobuncwane bendlu kakumkani;+ wathabatha yonke into.+ Wathabatha nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+