1 Kumkani 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandula ke ukumkani wakwaSirayeli wathi kubakhonzi bakhe: “Niyazi na ngokwenene ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kanti siyathingaza ukuyithabatha esandleni sikakumkani waseSiriya.” 2 Kronike 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke weza kukumkani, yaye ukumkani wathi kuye: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Kwaoko wathi: “Nyuka uze uphumelele; yaye baya kunikelwa esandleni senu.”+
3 Wandula ke ukumkani wakwaSirayeli wathi kubakhonzi bakhe: “Niyazi na ngokwenene ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kanti siyathingaza ukuyithabatha esandleni sikakumkani waseSiriya.”
14 Wandula ke weza kukumkani, yaye ukumkani wathi kuye: “Mikaya, siye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Kwaoko wathi: “Nyuka uze uphumelele; yaye baya kunikelwa esandleni senu.”+