1 Kumkani 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+ 1 Kumkani 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyenza indlu yakho ibe njengendlu kaYerobhoham+ unyana kaNebhati nanjengendlu kaBhahasha+ unyana ka-Ahiya ngenxa yokucaphuka ondicaphukise ngako nangokumonisa uSirayeli.’+ 2 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uze uyixabele indlu ka-Ahabhi inkosi yakho, ndize ndiliphindezele+ igazi labakhonzi bam abaprofeti negazi labo bonke abakhonzi bakaYehova esandleni sikaIzebhele.+ 2 Kumkani 9:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ekubuyeni kwabo ukuza kumxelela, yena wahlabela mgama wathi: “Lilizwi likaYehova awalithetha+ ngomkhonzi wakhe uEliya umTishbhi, esithi, ‘Izinja ziya kuyidla inyama kaIzebhele kwisiqwenga somhlaba waseYizereli.+
19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+
22 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyenza indlu yakho ibe njengendlu kaYerobhoham+ unyana kaNebhati nanjengendlu kaBhahasha+ unyana ka-Ahiya ngenxa yokucaphuka ondicaphukise ngako nangokumonisa uSirayeli.’+
7 Uze uyixabele indlu ka-Ahabhi inkosi yakho, ndize ndiliphindezele+ igazi labakhonzi bam abaprofeti negazi labo bonke abakhonzi bakaYehova esandleni sikaIzebhele.+
36 Ekubuyeni kwabo ukuza kumxelela, yena wahlabela mgama wathi: “Lilizwi likaYehova awalithetha+ ngomkhonzi wakhe uEliya umTishbhi, esithi, ‘Izinja ziya kuyidla inyama kaIzebhele kwisiqwenga somhlaba waseYizereli.+