IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 21:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Wayeneminyaka engamashumi amathathu anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka esibhozo eYerusalem. Ekugqibeleni wemka kungekho bani umnqwenelayo.+ Ngoko bamngcwaba kwisiXeko sikaDavide,+ kodwa kungekhona kwindawo ekwakungcwatywa kuyo ookumkani.+

  • 2 Kronike 28:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ekugqibeleni uAhazi walala kookhokho bakhe, bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem, kuba abamzisanga kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ Waza uHezekiya unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.

  • INdumiso 69:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Mabacinywe encwadini yabaphilayo,+

      Yaye kwanga abangebhalwa nabangamalungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share