1 Samuweli 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+
25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+