2 Kumkani 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe. Yeremiya 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+
10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.
31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+