IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 30:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuba iTofete yakhe+ imiswe ngolungelelwano ukususela kumaxesha akutshanje; ilungiselelwe ukumkani ngokwakhe.+ Uyenze yanzulu imfumba yayo. Kukho umlilo neenkuni ezininzi. Impefumlo kaYehova, njengomsinga wesalfure, iyayitshisa.+

  • Yeremiya 7:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+

  • Yeremiya 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.

  • Yeremiya 19:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye umele uthi kuwo, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Ngendlela efanayo ndiya kusiqhekeza esi sizwana nesi sixeko njengoko ubani eqhekeza isitya sombumbi kangangokuba singaphindi sikwazi ukulungiswa;+ yaye eTofete+ baya kungcwaba kude kungabi sabakho ndawo yakungcwaba.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share