35 Ngapha koko, bakha iindawo eziphakamileyo zikaBhahali+ ezisentlanjeni yonyana kaHinom,+ ukuze badlulise oonyana babo neentombi zabo emlilweni+ kuMoleki,+ nto leyo endingabayalelanga yona,+ nengathanga qatha entliziyweni yam ukuba bayenze, le nto icekisekayo,+ ngenjongo yokonisa uYuda.’+