2 Kumkani 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngonyaka wamashumi amahlanu anesibini ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, uPeka+ unyana kaRemaliya+ waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya iminyaka engamashumi amabini. 2 Kronike 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UPeka+ unyana kaRemaliya+ wabulala kwaYuda ikhulu elinamashumi amabini lamawaka ngamini nye, onke amadoda angamakroti, ngenxa yokushiya kwabo uYehova+ uTHIXO wookhokho babo. Isaya 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+
27 Ngonyaka wamashumi amahlanu anesibini ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, uPeka+ unyana kaRemaliya+ waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya iminyaka engamashumi amabini.
6 UPeka+ unyana kaRemaliya+ wabulala kwaYuda ikhulu elinamashumi amabini lamawaka ngamini nye, onke amadoda angamakroti, ngenxa yokushiya kwabo uYehova+ uTHIXO wookhokho babo.
7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+