Levitikus 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Ukuba nithe anandiphulaphula, phezu kwako nje oko, ndiya kukongeza ukunibetha kwam izihlandlo ezisixhenxe ngenxa yezono zenu.+ Obhadiya 10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yokugonyamela umntakwenu uYakobi,+ uya kugutyungelwa lihlazo,+ yaye kuya kufuneka unqunyulwe ukusa kwixesha elingenammiselo.+
18 “‘Ukuba nithe anandiphulaphula, phezu kwako nje oko, ndiya kukongeza ukunibetha kwam izihlandlo ezisixhenxe ngenxa yezono zenu.+
10 Ngenxa yokugonyamela umntakwenu uYakobi,+ uya kugutyungelwa lihlazo,+ yaye kuya kufuneka unqunyulwe ukusa kwixesha elingenammiselo.+