IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 27:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Uthe akuwaxelelwa uRebheka la mazwi kaEsawu unyana wakhe omkhulu, wathumela ngoko nangoko ukuba kubizwe uYakobi unyana wakhe omncinane waza wathi kuye: “Khangela! UEsawu umntakwenu uzithuthuzela ngawe—ngokuthi uza kukubulala.+

  • Numeri 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Sekunjalo wathi yena: “Uze ungadluli.”+ Watsho waphuma uEdom+ waqubisana naye enabantu abaninzi kakhulu nesandla esomeleleyo.

  • INdumiso 83:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba bacebisene ngokumanyeneyo ngentliziyo;+

      Benza umnqophiso nxamnye nawe,+

  • INdumiso 137:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Khumbula,+ Yehova, ngokubhekisele koonyana bakaEdom+ imini yeYerusalem,+

      Abo babesithi: “Yihlubeni! Yihlubeni kuse kwisiseko esingaphakathi kwayo!”+

  • Yoweli 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yona ke iYiputa, iya kuba yinkangala ephanzileyo;+ yona ke iEdom, iya kuba yintlango yenkangala ephanzileyo,+ ngenxa yogonyamelo koonyana bakaYuda, abaphalazela igazi elimsulwa kwilizwe labo.+

  • Amosi 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kukaEdom,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokusukela kwakhe umntakwabo ngekrele,+ nangenxa yokuba wonakalisa iimpawu zakhe zenceba,+ nomsindo wakhe uqwenga ngonaphakade; nokuvutha komsindo wakhe—wakugcina ngokungapheliyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share