Duteronomi 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunike amandla okuzuza indyebo;+ ukuze awuphumeze umnqophiso wakhe awawufungela ookhokho benu, njengoko kunjalo namhla.+ 1 Kronike 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ubutyebi+ nozuko+ zikho ngenxa yakho, yaye ulawula+ yonk’ into; esandleni sakho kukho amandla+ nokomelela,+ yaye esandleni sakho kukho amandla okwenza mkhulu+ nokunika amandla zonke izinto.+ 2 Kronike 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wathi uAmatsiya+ kumntu kaTHIXO oyinyaniso: “Kodwa kuza kwenziwa ntoni ngekhulu leetalente endizinike abaphumi-mkhosi bakwaSirayeli?”+ Waza umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “KuYehova kukho indlela yokukunika okuninzi ngakumbi kunoku.”+ IMizekeliso 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+
18 Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunike amandla okuzuza indyebo;+ ukuze awuphumeze umnqophiso wakhe awawufungela ookhokho benu, njengoko kunjalo namhla.+
12 Ubutyebi+ nozuko+ zikho ngenxa yakho, yaye ulawula+ yonk’ into; esandleni sakho kukho amandla+ nokomelela,+ yaye esandleni sakho kukho amandla okwenza mkhulu+ nokunika amandla zonke izinto.+
9 Waza wathi uAmatsiya+ kumntu kaTHIXO oyinyaniso: “Kodwa kuza kwenziwa ntoni ngekhulu leetalente endizinike abaphumi-mkhosi bakwaSirayeli?”+ Waza umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “KuYehova kukho indlela yokukunika okuninzi ngakumbi kunoku.”+