Eksodus 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wathi uMoses kumkhwe wakhe: “Kungenxa yokuba abantu beza kum ukuze ndibabuzele kuThixo.+ 1 Samuweli 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli le yindlela ebengathetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umprofeti lo wanamhlanje wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.) 1 Kumkani 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa uYehoshafati wathi: “Usekho na umprofeti kaYehova apha? Ngoko masibuzise kuye.”+
9 (Kumaxesha angaphambili kwaSirayeli le yindlela ebengathetha ngayo umntu xa esiya kubuza uThixo: “Yizani, masiye kwimboni.”+ Kuba umprofeti lo wanamhlanje wayedla ngokubizwa ngokuba yimboni kumaxesha angaphambili.)