IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko nangoko uMoses wabiza onke amadoda amakhulu akwaSirayeli+ waza wathi kuwo: “Hambani niye kuzithabathela amathole ngokweentsapho zenu, nize nilixhele ixhoba lepasika.+

  • 2 Kronike 30:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Emva koko saxhela ixhoba lepasika+ ngomhla weshumi elinesine ngenyanga yesibini; ababingeleli nabaLevi bathotywa, ukuze bazingcwalise+ bazise iminikelo etshiswayo endlwini kaYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share