INtshumayeli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Andiwabandezanga nantoni na ayicelayo amehlo am.+ Andayivimba intliziyo yam naluphi na uhlobo lwemihlali, kuba intliziyo yam yayivuya kuko konke ukusebenza kwam nzima,+ yaye esi yaba sisahlulo sam kuko konke ukusebenza kwam nzima.+
10 Andiwabandezanga nantoni na ayicelayo amehlo am.+ Andayivimba intliziyo yam naluphi na uhlobo lwemihlali, kuba intliziyo yam yayivuya kuko konke ukusebenza kwam nzima,+ yaye esi yaba sisahlulo sam kuko konke ukusebenza kwam nzima.+