-
Yobhi 42:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 Kwaza kwaqhubeka kufika kuye bonke abantakwabo nabo bonke oodade wabo nabo bonke abo babemazi ngaphambili,+ baza badla isonka naye+ endlwini yakhe bevelana naye yaye bemthuthuzela kuyo yonke intlekele uYehova awayeyivumele yamfikela; baza ngamnye wamnika imali yaye ngamnye wamnika umsesane wegolide.
-