IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wandula ke uDavide wathi kuYonatan: “Ngubani na oya kundixelela enoba oko uyihlo akuphendula ngako kungqwabalala?”

  • IMizekeliso 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Umlomo welungisa ngumthombo wobomi;+ kodwa umlomo wabangendawo, ugubungela ugonyamelo.+

  • IMizekeliso 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokunxaxha kwemilebe umntu onobubi uyarhintyelwa,+ kodwa ilungisa liyaphuma embandezelweni.+

  • IMizekeliso 14:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Isilumko siyoyika size simke ebubini,+ kodwa isiyatha siyavutha ngumsindo sizithembile.+

  • IMizekeliso 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Impendulo, xa inobulali, isusa umsindo,+ kodwa ilizwi elibangela intlungu linyusa umsindo.+

  • Efese 4:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Mabususwe kuni bonke ubukrakra+ bolunya nomsindo nengqumbo nokumemeza nokutshabhisa+ nabo bonke ububi.+

  • Efese 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nani zinkosi, qhubekani nisenza okufanayo kuwo, niyeke ukusongela,+ kuba niyazi ukuba iNkosi yawo kunye nani+ isemazulwini, yaye akukho kukhetha buso+ kuyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share