IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngoko uKumkani uSolomon wafunga ngoYehova, esithi: “Ngoko wanga uThixo angenza kum, yaye wanga angongeza kuko,+ ukuba uAdoniya akayithethanga le nto nxamnye nomphefumlo wakhe.+

  • INdumiso 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Uya kubatshabalalisa abo bathetha ubuxoki.+

      Umntu ophalaza igazi+ nonenkohliso+ uYehova uyamcekisa.

  • INtshumayeli 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Musa ukuvumela umlomo wakho uyonise inyama yakho,+ ungatsho naphambi kwengelosi+ ukuthi oko bekuyimpazamo.+ Kutheni uTHIXO oyinyaniso efanele acaphuke ngenxa yelizwi lakho aze awonakalise umsebenzi wezandla zakho?+

  • Daniyeli 6:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Waza ukumkani wayalela ukuba kuziswe la madoda omeleleyo ayemangalele uDaniyeli,+ baza bawaphosa emhadini weengonyama,+ wona noonyana bawo nabafazi bawo;+ yaye bathi bengekafiki nasezantsi emhadini, zabaganga iingonyama, zawanqwamza onke amathambo abo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share