1 Kumkani 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwakukho uYerobhoham+ unyana kaNebhati umEfrayim waseTsereda, umkhonzi kaSolomon,+ yaye igama likanina lalinguTseruwa, umfazi ongumhlolokazi. Naye waqalisa ukuphakamisa isandla sakhe nxamnye nokumkani.+
26 Kwakukho uYerobhoham+ unyana kaNebhati umEfrayim waseTsereda, umkhonzi kaSolomon,+ yaye igama likanina lalinguTseruwa, umfazi ongumhlolokazi. Naye waqalisa ukuphakamisa isandla sakhe nxamnye nokumkani.+