1 Kumkani 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye akukho namnye koonyana bakaSirayeli uSolomon awamenza ikhoboka;+ kuba babengamadoda okulwa nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe nabaphathi-mkhosi bakhe neentloko zabaqhubi beenqwelo zakhe nabakhweli-mahashe bakhe.+ 2 Kronike 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza uYerobhoham+ unyana kaNebhati, umkhonzi+ kaSolomon unyana kaDavide, wasuka wayivukela+ inkosi yakhe.+
22 Yaye akukho namnye koonyana bakaSirayeli uSolomon awamenza ikhoboka;+ kuba babengamadoda okulwa nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe nabaphathi-mkhosi bakhe neentloko zabaqhubi beenqwelo zakhe nabakhweli-mahashe bakhe.+
6 Waza uYerobhoham+ unyana kaNebhati, umkhonzi+ kaSolomon unyana kaDavide, wasuka wayivukela+ inkosi yakhe.+