INdumiso 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ndizigcinile iindlela zikaYehova,+Yaye andimkanga ngobungendawo kuThixo wam.+ INdumiso 119:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 119 Banoyolo abo bandlela yabo ingenasiphoso,+Abo bahamba emthethweni kaYehova.+ Hoseya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+ Yohane 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko, emva kokwenza iziniya ngentsontelo, wabagxotha etempileni bonke abo babenezimvu neenkomo, waziphalaza iingqekembe zabatshintshi bemali waza wazibhukuqa iitafile zabo.+ IZenzo 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bakuba benze isikhungo, indawo leyo babehlanganisene ndawonye kuyo yagungqiswa;+ yaye bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele+ kwaye babelithetha ngenkalipho+ ilizwi likaThixo.
9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+
15 Ngoko, emva kokwenza iziniya ngentsontelo, wabagxotha etempileni bonke abo babenezimvu neenkomo, waziphalaza iingqekembe zabatshintshi bemali waza wazibhukuqa iitafile zabo.+
31 Bakuba benze isikhungo, indawo leyo babehlanganisene ndawonye kuyo yagungqiswa;+ yaye bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele+ kwaye babelithetha ngenkalipho+ ilizwi likaThixo.