IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngonyaka wokuqala kaKoreshi+ ukumkani wasePersi,+ ukuze ilizwi likaYehova+ ngomlomo kaYeremiya+ liphunyezwe, uYehova wavusa umoya+ kaKoreshi ukumkani wasePersi, kangangokuba wabangela ukuba kudluliswe isimemezo kubo bonke ubukumkani bakhe, wasibhala,+ esithi:

  • Isaya 45:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Utsho uYehova kothanjisiweyo wakhe,+ kuKoreshi, osandla sakhe sokunene ndisibambileyo,+ ukuze ndoyise iintlanga phambi kwakhe,+ khon’ ukuze ndikhulule kwanemibhinqo ezinqeni zookumkani; ukuze ndivule phambi kwakhe iingcango ezivulwa ngambini, khon’ ukuze namasango angavalwa, ukuthi:

  • Daniyeli 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngonyaka wesithathu kaKoreshi+ ukumkani wasePersi, uDaniyeli ogama linguBheleteshatsare;+ watyhilelwa udaba oluthile, oluyinyaniso, noluphathelele umkhosi omkhulu.+ Waluqonda olo daba, wawuqonda nombono lowo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share