IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 35:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ‘Thabathani phakathi kwenu umnikelo kaYehova.+ Bonke abantliziyo zivumayo+ mabawuzise ube ngumnikelo kuYehova, oko kukuthi, igolide nesilivere nobhedu+

  • 1 Kronike 29:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 igolide yomsebenzi wegolide, nesilivere yomsebenzi wesilivere nawo wonke umsebenzi wesandla seengcibi. Yaye ngubani okhoyo ozinikela ngokuzithandela ukuba azalise namhlanje isandla sakhe ngesipho sikaYehova?”+

  • Nehemiya 7:70
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 70 Kwaye kwakukho inxalenye yeentloko+ zezindlu zooyise+ eyanikelayo emsebenzini.+ ITirshata+ yanikela kubuncwane igolide eliwaka leedrarhma, izitya ezingamashumi amahlanu, imiwunduzo yababingeleli engamakhulu amahlanu anamashumi mathathu.+

  • 2 Korinte 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngamnye makenze kanye njengoko egqibile entliziyweni yakhe, kungekhona ngokukrokra+ okanye ngokunyanzelwa, kuba uThixo uthanda umphi ochwayitileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share