1 Kronike 6:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Aba ngabo uDavide+ wabanika izikhundla zokwalathisa ukuvuma endlwini kaYehova emva kokuba iTyeya ibe nendawo yokuphumla.+ 1 Kronike 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abagcini-masango+ babengamawaka amane yaye abadumisa+ uYehova ngezixhobo+ uDavide awathi “Ndizenzele ukudumisa” babengamawaka amane. 2 Kronike 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngelo xesha, wabamisa abaLevi+ endlwini kaYehova, namacangci,+ nemirhubhe+ neehadi,+ ngokomyalelo kaDavide+ noGadi+ iimboni noNatan+ umprofeti, kuba kwakungesandla sikaYehova ukuba umyalelo unikezelwe ngabaprofeti.+
31 Aba ngabo uDavide+ wabanika izikhundla zokwalathisa ukuvuma endlwini kaYehova emva kokuba iTyeya ibe nendawo yokuphumla.+
5 abagcini-masango+ babengamawaka amane yaye abadumisa+ uYehova ngezixhobo+ uDavide awathi “Ndizenzele ukudumisa” babengamawaka amane.
25 Ngelo xesha, wabamisa abaLevi+ endlwini kaYehova, namacangci,+ nemirhubhe+ neehadi,+ ngokomyalelo kaDavide+ noGadi+ iimboni noNatan+ umprofeti, kuba kwakungesandla sikaYehova ukuba umyalelo unikezelwe ngabaprofeti.+