IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Izitya zegolide nezesilivere+ zendlu kaThixo ezo uNebhukadenetsare wazithabathayo etempileni, leyo yayiseYerusalem, waza wazizisa etempileni yaseBhabhiloni,+ ezi uKoreshi ukumkani+ wazikhupha etempileni yaseBhabhiloni, yaye zanikelwa kuSheshbhatsare,+ igama lalowo wamenza irhuluneli.+

  • Ezra 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Xa uSheshbhatsare wafikayo wabeka isiseko sendlu kaThixo,+ eseYerusalem; yaye ukususela ngoko kude kube ngoku iyakhiwa kwakhona kodwa ayikagqitywa.’+

  • Hagayi 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ngonyaka wesibini kaDariyo ukumkani,+ ngenyanga yesithandathu, ngomhla wokuqala enyangeni, lafika ilizwi likaYehova ngoHagayi+ umprofeti lisiza kuZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli,+ irhuluneli yakwaYuda,+ nakuYoshuwa+ unyana kaYehotsadaki+ umbingeleli omkhulu, lisithi:

  • Hagayi 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Yithi kuZerubhabheli irhuluneli yakwaYuda,+ ‘Ndiyawanyikimisa amazulu nomhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share