2 Kumkani 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaloo ndlela uYehoyakin+ wamthabathela ekuthinjweni eBhabhiloni;+ nonina kakumkani+ nabafazi bakakumkani namagosa akhe enkundla+ namadoda abalaseleyo elizwe wabaqhuba njengabantu abathinjiweyo ukusuka eYerusalem ukuya eBhabhiloni. Ezra 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Xa iintshaba+ zikaYuda nezikaBhenjamin zevayo ukuba oonyana bokuThinjwa+ babesakha itempile kaYehova uTHIXO kaSirayeli, Nehemiya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaza kwafika uHanani,+ omnye wabazalwana bam, yena namanye amadoda akwaYuda, yaye ndababuza+ ngamaYuda,+ lawo ayesindile,+ awayesele ekuthinjweni,+ nangeYerusalem.
15 Ngaloo ndlela uYehoyakin+ wamthabathela ekuthinjweni eBhabhiloni;+ nonina kakumkani+ nabafazi bakakumkani namagosa akhe enkundla+ namadoda abalaseleyo elizwe wabaqhuba njengabantu abathinjiweyo ukusuka eYerusalem ukuya eBhabhiloni.
4 Xa iintshaba+ zikaYuda nezikaBhenjamin zevayo ukuba oonyana bokuThinjwa+ babesakha itempile kaYehova uTHIXO kaSirayeli,
2 Kwaza kwafika uHanani,+ omnye wabazalwana bam, yena namanye amadoda akwaYuda, yaye ndababuza+ ngamaYuda,+ lawo ayesindile,+ awayesele ekuthinjweni,+ nangeYerusalem.