Ezra 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+ Nehemiya 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko uEzra umbingeleli+ wawuzisa umthetho phambi kwebandla+ lamadoda nelabafazi nelabo banengqiqo ngokwaneleyo yokuphulaphula,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesixhenxe.+ Nehemiya 12:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Aba babekho ngemihla kaYoyakim+ unyana kaYeshuwa+ unyana kaYozadaki+ nangemihla kaNehemiya+ irhuluneli noEzra+ umbingeleli, ongumkhupheli.+
6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+
2 Ngako oko uEzra umbingeleli+ wawuzisa umthetho phambi kwebandla+ lamadoda nelabafazi nelabo banengqiqo ngokwaneleyo yokuphulaphula,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesixhenxe.+
26 Aba babekho ngemihla kaYoyakim+ unyana kaYeshuwa+ unyana kaYozadaki+ nangemihla kaNehemiya+ irhuluneli noEzra+ umbingeleli, ongumkhupheli.+