Ezra 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko basizisela, ngesandla esilungileyo+ sikaThixo wethu esasiphezu kwethu, indoda enengqiqo+ yakoonyana bakaMahali+ umzukulwana kaLevi+ unyana kaSirayeli, ongulo, uSherebhiya+ noonyana bakhe nabazalwana bakhe, ishumi elinesibhozo; Nehemiya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 nencwadi eya kuAsafu umgcini wepaki kakumkani, ukuze andinike imithi yokwakha isango leNqaba+ yasendlwini ngamaplanga,+ nodonga+ lwesixeko nendlu endiza kungena kuyo.” Ngoko ukumkani wandinika zona, ngokwesandla esilungileyo sikaThixo wam esiphezu kwam.+
18 Ngoko basizisela, ngesandla esilungileyo+ sikaThixo wethu esasiphezu kwethu, indoda enengqiqo+ yakoonyana bakaMahali+ umzukulwana kaLevi+ unyana kaSirayeli, ongulo, uSherebhiya+ noonyana bakhe nabazalwana bakhe, ishumi elinesibhozo;
8 nencwadi eya kuAsafu umgcini wepaki kakumkani, ukuze andinike imithi yokwakha isango leNqaba+ yasendlwini ngamaplanga,+ nodonga+ lwesixeko nendlu endiza kungena kuyo.” Ngoko ukumkani wandinika zona, ngokwesandla esilungileyo sikaThixo wam esiphezu kwam.+