28 Yaye undolulele ububele bakhe bothando+ phambi kokumkani nabacebisi bakhe+ nangokuphathelele zonke iinkosana ezinamandla zikakumkani. Yaye mna ndazomeleza ngesandla+ sikaYehova uThixo wam esasiphezu kwam, ndaza ndaqokelela kwaSirayeli abaziintloko ukuba benyuke nam.