IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kwaye umele uphulaphule isicelo sobabalo+ somkhonzi wakho nesabantu bakho amaSirayeli abathandazela ngaso le ndawo; yaye kwanga ungeva ukwindawo ohlala kuyo, emazulwini,+ kwaye umele uve uze uxolele.+

  • 2 Kronike 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ‘Ukuba kungeza intlekele,+ ikrele, umgwebo oqatha, okanye indyikitya yokufa+ okanye indlala,+ masime phambi kwale ndlu+ phambi kwakho (kuba igama lakho+ likule ndlu), ukuze simemeze kuwe sicele uncedo siphume ekubandezelekeni kwethu, uve uze usindise.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share