Ezra 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bazihlanganisa beza kum, wonk’ ubani engcangcazela+ ngenxa yamazwi kaTHIXO kaSirayeli nxamnye nokungathembeki kwabantu abathinjiweyo, ngoxa ndandihleli ndiqhiphuke umbilini de kwangumnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+ INdumiso 119:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Ndiziqwalasele iindlela zam,+Ukuze ndibe nokubuyisela iinyawo zam kwizikhumbuzo zakho.+ Isaya 66:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+
4 Bazihlanganisa beza kum, wonk’ ubani engcangcazela+ ngenxa yamazwi kaTHIXO kaSirayeli nxamnye nokungathembeki kwabantu abathinjiweyo, ngoxa ndandihleli ndiqhiphuke umbilini de kwangumnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+
2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+