1 Kronike 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke umtakwabo uAsafu,+ owayenyamekela ngasekunene kwakhe, uAsafu wayengunyana kaBherekiya,+ unyana kaShimeya, 1 Kronike 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 AbaLevi bamisa uHeman+ unyana kaYoweli yaye, kubazalwana bakhe uAsafu+ unyana kaBherekiya; nakoonyana bakaMerari abazalwana babo, uEtan+ unyana kaKushaya; 1 Kronike 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngokubhekele phaya uDavide neentloko+ zamaqela abakhonzi+ bahlulela inkonzo abanye boonyana baka-Asafu, uHeman+ noYedutun+ ababeprofeta ngeehadi,+ ngemirhubhe+ nangamacangci.+ Yaye kwinani lawo kwavela amadoda asemthethweni okuphumeza inkonzo. Nehemiya 7:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Iimvumi,+ oonyana baka-Asafu,+ babelikhulu elinamashumi mane anesibhozo. Nehemiya 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+
39 Ke umtakwabo uAsafu,+ owayenyamekela ngasekunene kwakhe, uAsafu wayengunyana kaBherekiya,+ unyana kaShimeya,
17 AbaLevi bamisa uHeman+ unyana kaYoweli yaye, kubazalwana bakhe uAsafu+ unyana kaBherekiya; nakoonyana bakaMerari abazalwana babo, uEtan+ unyana kaKushaya;
25 Ngokubhekele phaya uDavide neentloko+ zamaqela abakhonzi+ bahlulela inkonzo abanye boonyana baka-Asafu, uHeman+ noYedutun+ ababeprofeta ngeehadi,+ ngemirhubhe+ nangamacangci.+ Yaye kwinani lawo kwavela amadoda asemthethweni okuphumeza inkonzo.
17 noMataniya,+ unyana kaMika unyana kaZabhedi unyana ka-Asafu,+ umbhexeshi wezokudumisa, owayebonga+ emthandazweni,+ yaye uBhakebhukiya wayengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda unyana kaShamuwa unyana kaGalali+ unyana kaYedutun.+