2 Kumkani 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UAmatsiya ukumkani wakwaYuda unyana kaYehowashe unyana ka-Ahaziya wathinjwa nguYehowashe ukumkani wakwaSirayeli eBhete-shemeshe, emva koko beza eYerusalem waza waqhekeza udonga eYerusalem kwiSango lakwaEfrayim+ ukuya kufikelela kwiSango leMbombo,+ amakhulu amane eekubhite. Nehemiya 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwaye enye ikwayari yokubulela+ yayihamba ngaphambili, yaye mna ndisemva kwayo, nesiqingatha sabantu, phezu kodonga ukuya kwiNqaba yeZiko Lokosa+ nakuDonga Olubanzi,+
13 UAmatsiya ukumkani wakwaYuda unyana kaYehowashe unyana ka-Ahaziya wathinjwa nguYehowashe ukumkani wakwaSirayeli eBhete-shemeshe, emva koko beza eYerusalem waza waqhekeza udonga eYerusalem kwiSango lakwaEfrayim+ ukuya kufikelela kwiSango leMbombo,+ amakhulu amane eekubhite.
38 Kwaye enye ikwayari yokubulela+ yayihamba ngaphambili, yaye mna ndisemva kwayo, nesiqingatha sabantu, phezu kodonga ukuya kwiNqaba yeZiko Lokosa+ nakuDonga Olubanzi,+