Amosi 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UAmatsiya umbingeleli waseBheteli+ wathumela kuYerobhoham+ ukumkani wakwaSirayeli, esithi: “UAmosi ukwenzele iyelenqe kanye ngaphakathi endlwini kaSirayeli.+ Ilizwe alikwazi kuwanyamezela onke la mazwi akhe.+
10 UAmatsiya umbingeleli waseBheteli+ wathumela kuYerobhoham+ ukumkani wakwaSirayeli, esithi: “UAmosi ukwenzele iyelenqe kanye ngaphakathi endlwini kaSirayeli.+ Ilizwe alikwazi kuwanyamezela onke la mazwi akhe.+