9 Kuba xa nibuyela+ kuYehova, abazalwana benu noonyana benu baya kwenzelwa inceba+ phambi kwabo bababambe njengabathinjwa, bavunyelwe ukuba babuyele kweli lizwe;+ kuba uYehova uThixo wenu unobabalo+ nenceba,+ yaye akayi kubususa ubuso bakhe kuni ukuba nibuyela kuye.”+