IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 uze ubaxolele+ abantu bakho abakonileyo+ nako konke ukunxaxha+ kwabo abanxaxhe ngako nxamnye nawe;+ uze ubenze basizeleke+ phambi kwabathimbi babo yaye babasizele

  • Ezra 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba singabakhonzi;+ yaye uThixo wethu akasishiyanga ebukhobokeni bethu,+ kodwa usolulele ububele bothando phambi kookumkani basePersi,+ ukuze asivuselele aphakamise indlu yoThixo wethu+ ahlaziye neendawo eziphanzileyo+ zayo asinike nodonga lwamatye+ kwaYuda naseYerusalem.

  • Yeremiya 42:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndiya kunenzela inceba, yaye ngokuqinisekileyo uya kuba nenceba kuni aze anibuyisele emhlabeni wenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share