IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngenxa yoko uHaman waphuma ngaloo mini evuya+ nentliziyo ichwayitile; kodwa kamsinya uHaman esakuba ebone uMordekayi esangweni likakumkani+ ukuba akakhange asukume+ engakhange angcangcazele ngenxa yakhe,+ ngoko nangoko uHaman wazaliswa ngumsindo+ nxamnye noMordekayi.

  • IMizekeliso 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngumntu osisidenge owazisa ingqumbo yakhe kwangaloo mini,+ kodwa onobuqili ugubungela ihlazo.+

  • IMizekeliso 27:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ubunzima belitye nomthwalo wentlabathi+—kodwa ingqumbo yesidenge inzima ngaphezu kwazo zombini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share