Estere 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke kaloku uHaman waqhubeka embona uMordekayi ukuba wayengathobi engaqubudi kuye,+ waza uHaman wazaliswa ngumsindo.+ INtshumayeli 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Musa ukukhawuleza ukucaphuka ngomoya wakho,+ kuba ukucaphuka kuhlala esifubeni sabaziziyatha.+
5 Ke kaloku uHaman waqhubeka embona uMordekayi ukuba wayengathobi engaqubudi kuye,+ waza uHaman wazaliswa ngumsindo.+