-
Estere 2:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Ke kaloku eli bhinqa liselula lalikholekile emehlweni akhe, kangangokuba lazuza ububele bothando+ phambi kwakhe yaye ngokungxama walinika izinto zalo zokuthambisa+ nokutya kwalo okufanelekileyo, walinika namabhinqa aselula akhethiweyo asixhenxe awayevela endlwini kakumkani, waza walifudusa lona namabhinqa aselula alo wabasa kweyona ndawo ilungileyo endlwini yabafazi.
-