IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 yaye ukumkani makamisele abaveleli kuwo onke amaphondo+ kummandla wakhe, baze bona baqokelele ndawonye onke amabhinqa aselula, iintombi ezinyulu, ezintle ngembonakalo, kwinqaba iShushan,+ endlwini yabafazi abaphethwe nguHegayi+ ithenwa likakumkani,+ umlindi wabafazi; kwaye mabanikwe izinto zokuthambisa.

  • Estere 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye xa kwakufika ithuba lebhinqa ngalinye lokuba lingene kuKumkani uAhaswerosi emva kokuba kwakusele kwenzekile kulo ngokommiselo wabafazi iinyanga ezilishumi elinesibini, kuba leyo yayiyindlela eyayizaliseka ngayo imihla yenkqubo yokuthanjiswa kwawo, iinyanga ezintandathu ngeoli yemore+ neenyanga ezintandathu ngeoli yebhalsam+ nangezinto zokuthambisa zabafazi;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share