9 Ngenxa yoko uHaman waphuma ngaloo mini evuya+ nentliziyo ichwayitile; kodwa kamsinya uHaman esakuba ebone uMordekayi esangweni likakumkani+ ukuba akakhange asukume+ engakhange angcangcazele ngenxa yakhe,+ ngoko nangoko uHaman wazaliswa ngumsindo+ nxamnye noMordekayi.