IMizekeliso 14:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Inkoliseko yokumkani ikumkhonzi owenza ngengqiqo,+ kodwa ukuvutha kwakhe ngumsindo kukwabo benza okuziintloni.+ IMizekeliso 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ekukhanyeni kobuso bukakumkani kukho ukuphila,+ yaye inkoliseko yakhe injengelifu lemvula yasentwasahlobo.+ IMizekeliso 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+
35 Inkoliseko yokumkani ikumkhonzi owenza ngengqiqo,+ kodwa ukuvutha kwakhe ngumsindo kukwabo benza okuziintloni.+
15 Ekukhanyeni kobuso bukakumkani kukho ukuphila,+ yaye inkoliseko yakhe injengelifu lemvula yasentwasahlobo.+
12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+