IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 7:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba sithengisiwe,+ mna nabantu bakowethu, ukuba sibhujiswe, sibulawe size sitshatyalaliswe.+ Ke kaloku ukuba besithengiselwe ukuba sibe ngamakhoboka+ nezicakakazi kuphela, ngendiye ndathi cwaka. Kodwa oku kubandezeleka akufanelekanga xa kuza kuba ngumonakalo kukumkani.”

  • Estere 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share