4 Kuba sithengisiwe,+ mna nabantu bakowethu, ukuba sibhujiswe, sibulawe size sitshatyalaliswe.+ Ke kaloku ukuba besithengiselwe ukuba sibe ngamakhoboka+ nezicakakazi kuphela, ngendiye ndathi cwaka. Kodwa oku kubandezeleka akufanelekanga xa kuza kuba ngumonakalo kukumkani.”