Estere 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+ Estere 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye nina bhalani ngokwenu egameni lamaYuda okulungileyo emehlweni enu ngegama likakumkani+ nize niyitywine ngomsesane wokutywina kakumkani; kuba umbhalo obhalwe ngegama likakumkani waza watywinwa ngomsesane wokutywina kakumkani akunakwenzeka ukuba urhoxiswe.”+
5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+
8 Yaye nina bhalani ngokwenu egameni lamaYuda okulungileyo emehlweni enu ngegama likakumkani+ nize niyitywine ngomsesane wokutywina kakumkani; kuba umbhalo obhalwe ngegama likakumkani waza watywinwa ngomsesane wokutywina kakumkani akunakwenzeka ukuba urhoxiswe.”+