Estere 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokuhlwa lalingena, yaye kusasa lalibuyela endlwini yesibini yabafazi eyayiphethwe nguShahashegazi ithenwa likakumkani, umlindi wamashweshwe.+ Lalingangeni kwakhona kukumkani ngaphandle kokuba ukumkani uye wayoliswa lilo lize libizwe ngegama.+ Estere 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Amabhinqa aselula namathenwa+ kaEstere angena kuye ukuze amxelele. Yaye ukumkanikazi waba buhlungu kakhulu. Wandula ke wathumela izambatho zokwambesa uMordekayi ukuze alishenxise irhonya kuye. Akazange azamkele.+
14 Ngokuhlwa lalingena, yaye kusasa lalibuyela endlwini yesibini yabafazi eyayiphethwe nguShahashegazi ithenwa likakumkani, umlindi wamashweshwe.+ Lalingangeni kwakhona kukumkani ngaphandle kokuba ukumkani uye wayoliswa lilo lize libizwe ngegama.+
4 Amabhinqa aselula namathenwa+ kaEstere angena kuye ukuze amxelele. Yaye ukumkanikazi waba buhlungu kakhulu. Wandula ke wathumela izambatho zokwambesa uMordekayi ukuze alishenxise irhonya kuye. Akazange azamkele.+