IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwakukho ndoda ithile, engumYuda kwinqaba iShushan,+ yaye igama layo lalinguMordekayi+ unyana kaYayire unyana kaShimeyi unyana kaKishe umBhenjamin,+

  • Estere 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngaloo mini uKumkani uAhaswerosi wanika ukumkanikazi uEstere indlu kaHaman,+ lowo ubonakalisa ubutshaba kumaYuda;+ waza uMordekayi wafika phambi kukakumkani, ngenxa yokuba uEstere wayemxelele ukuba uyintoni kuye.+

  • Estere 10:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini+ kuKumkani uAhaswerosi kwaye wayemkhulu phakathi kwamaYuda yaye uninzi lwabazalwana bakhe lwalukholiswa nguye, esebenzela ukulungelwa kwabantu bakowabo ethetha uxolo+ kuyo yonke inzala yabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share