IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 baziphawula+ ke oonyana boTHIXO oyinyaniso+ iintombi zabantu, ukuba zintle ngenkangeleko; baza bazithabathela abafazi kuzo zonke abazikhethayo.

  • Duteronomi 33:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi:

      “UYehova—wavela eSinayi,+

      Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+

      Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+

      Waye enamashumi amawaka angcwele,+

      Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+

  • Yobhi 38:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Xa amakhwezi+ amemelela kunye ngovuyo,

      Yaye bonke oonyana bakaThixo+ bakhwaza bencoma?

  • Daniyeli 3:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wathi: “Khangelani! Ndibona amadoda amane omeleleyo ehambahamba ekhululekile phakathi emlilweni, engenzakalanga, yaye le yesine yona ifana nonyana woothixo ngembonakalo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share