IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 andifanelwanga bubo bonke obu bubele bothando nakuko konke oku kuthembeka ukubonakalisileyo kumkhonzi wakho,+ kuba ndayiwela le Yordan ndinomsimelelo wam wodwa yaye ngoku ndingamaqela amabini.+

  • 1 Samuweli 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UYehova unguMhlwempuzisi+ noMtyebisi,+

      UMthobi, kwanoMphakamisi,+

  • 2 Kronike 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Waza wathi uAmatsiya+ kumntu kaTHIXO oyinyaniso: “Kodwa kuza kwenziwa ntoni ngekhulu leetalente endizinike abaphumi-mkhosi bakwaSirayeli?”+ Waza umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “KuYehova kukho indlela yokukunika okuninzi ngakumbi kunoku.”+

  • IMizekeliso 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Umphumo wentobeko nokoyika uYehova bubutyebi, uzuko nobomi.+

  • Isaya 61:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Esikhundleni sehlazo lenu kuya kubakho inxalenye ephindiweyo,+ yaye esikhundleni sokuthotywa baya kumemelela ngovuyo ngenxa yesabelo sabo.+ Ngoko ke elizweni labo baya kudla ilifa lenxalenye ephindiweyo.+ Baya kuba nemihlali ukusa kwixesha elingenammiselo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share