1 Kumkani 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yena wathi, ‘Ndiya kuya, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba ngumoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uya kumqhatha, kwaye, ngaphezu koko, uya kuphumelela.+ Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’+
22 Yena wathi, ‘Ndiya kuya, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba ngumoya wenkohliso emlonyeni wabo bonke abaprofeti bakhe.’+ Ngoko wathi, ‘Uya kumqhatha, kwaye, ngaphezu koko, uya kuphumelela.+ Phuma uze wenze ngaloo ndlela.’+